Paroles de Incwad'encane

Zahara
7882
Ngeny'imini ndathi ndivuka
Ndabona incwadi encane
Ndabona ayiveli kumama lena
Xa ibingumama ngeyithe dear sana lwam
Ndaqhubeka mna ndafunda
Ndifund'incwadi encane
Ithi andazi ndobuya nini na
Ndisathath'uhambo lwam
Ndizokhangela phi na (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun'ubonisthandwa sam (Mna ndifun'ubona isthandwa
Sam)
Ndizobuza kubanina (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun'ubona isthandwa sam (Mna ndifun'ubona isthandwa

Ndadibana ne incwadi encane

Ndavhunza ndavhunza
Ndavhunza akaendepiko
Hona mudiwa wangu
Mudiwa wangu wepamoyo
Dzoka zvaaako akaende piko
Moyo wangu unorwadza ndikakufunga
Misodzi yobuda
Hoo na yobuda
Mudiwawangu dzoka iwe ai ndichakurinda
Ndati dzoka zvaaako
Ndizokhangela phi na
Mna ndifun'ubonisthandwa sam (Mna ndifun'ubona isthandwa
Sam)
Ndizobuza kubanina
Mna ndifun'ubona isthandwa sam (Mna ndifun'ubona isthandwa
Sam)
Ndizokhangela phi na
Mna ndifun'ubonisthandwa sam (Mna ndifun'ubona isthandwa
Sam)
Ndizobuza kubanina
Mna ndifun'ubona isthandwa sam (Mna ndifun'ubona isthandwa
Sam)
Ndizokhangela phi na (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun'ubonisthandwa sam (Mna ndifun'ubona isthandwa
Sam)
Ndizobuza kubanina (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun'ubona isthandwa sam (Mna ndifun'ubona isthandwa
Sam)
Ndizokhangela phi na (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun'ubonisthandwa sam (Mna ndifun'ubona isthandwa
Sam)
Ndizobuza kubanina (Ndizobuza bani na)
Mna ndifun'ubona isthandwa sam
InterprèteZahara
LabelEMI
Paroles ajoutées par nos membres

Les internautes qui ont aimé "Incwad'encane" aiment aussi :